An investigation into the translation of Isixhosa kinship lexical items into English
- Authors: Majikija, Sandisiwe
- Date: 2018
- Subjects: Sociolinguistics , Communication -- Language Xhosa (African people) -- Kinship -- Language Lexicology -- Kinship
- Language: English
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: http://hdl.handle.net/10948/22607 , vital:30024
- Description: This study investigates the problem of non- equivalence in the translation of IsiXhosa kinship lexical items or concepts into English. Venuti (2012:5) says translation can be seen as ‘a set of changing relationships between the relative autonomy of the translated text…and…equivalence and function.’ Equivalence, of which non- equivalence is the antithesis, includes “accuracy,’ adequacy,’ ‘correctness,’ ‘correspondence,’ or ‘identity’. A variable notion, it indicates how translation is connected to the source text. A break in that connection results in non-equivalence. Therein lies the problem. The current study examines these notions, among other things, as they apply to the translation of isiXhosa kinship lexical items into English. As Venuti (2010) points out translation rests on particular assumptions about language use. These assumptions draw on two particular, emerging theories or approaches namely, the ‘instrumental and the hermeneutic’ as will be discussed. Isicatshulwa Olu phando lumalunga nengxaki yokungafani kwentsingiselo yamagama okanye ingqikelelo xa kuguqulelwa esiNgesini amagama okuzalana esiXhoseni. UVenuti (2012:5) uthi inguqulo ingajongwa njengokujika konxulumano oluguqukayo phakathi kokungaxhomekeki kwesiqendwana esiguqulwayo nonxulumano. Unxulumano oluphikisana nokunganxulumani, lubandakanya ‘ukuchaneka,’ ‘ukufanela,’ ‘ukulunga,’ ukungqinelana,’ okanye ‘ukufana twatse.’ Le ngcingane iguquguqukayo ibonisa indlela inguqulo ihambelana ngayo nesiqendwana esiguqulwayo. Xa oko kuhambelana kuthe kwangabikho, loo nto izala ukunganxulumani. Ilapho ke ingxaki. Olu phando luphonononga ezi ngcingane, phakathi kwezinye zezinto, njengoko zisebenza kwinguqulelo esiNgesini kwamagama okuzalana esiXhoseni. Njengoko uVenuti (2010) abonisayo, inguqulo ingqiyame ngeengcinga ezithile ezimbini malunga nokusetyenziswa kolwimi. Ezi ngcinga ziphenjelelwa ziinkcazo eziziingcingane ezithile zamva nje. Zibizwa ‘i-instrumental,’ ‘ne- hermeneutic,’ njengoko uphando olu luza kuxoxa ngazo.
- Full Text:
- Date Issued: 2018

Die invloed van die spraakbenadering van onderwys vir dowe kinders op die maatskaplike funksionering van die dowe
- Authors: Heyns, Mimi
- Date: 1982
- Subjects: Deaf children -- Education -- South Africa , Deaf -- Means of communication , Deaf children -- Language , Deaf children -- Family relationships , Deafness -- Social aspects , Deafness -- Psychological aspects , Sociolinguistics , Sign language acquisition , Deaf -- Government policy -- South Africa , Deaf -- Social conditions -- South Africa , Self-perception , Identity (Psychology)
- Language: Afrikaans
- Type: Thesis , Masters , MSocSc
- Identifier: vital:3284 , http://hdl.handle.net/10962/d1006881 , Deaf children -- Education -- South Africa , Deaf -- Means of communication , Deaf children -- Language , Deaf children -- Family relationships , Deafness -- Social aspects , Deafness -- Psychological aspects , Sociolinguistics , Sign language acquisition , Deaf -- Government policy -- South Africa , Deaf -- Social conditions -- South Africa , Self-perception , Identity (Psychology)
- Description: From Introduction: Gehoor speel 'n belangrike rol in die leerproses, in aanpassing by die omgewing asook in aanpassing by sosiale omstandighede. Gehoorverlies plaas die individu in 'n situasie van vereensaming, veroorsaak deur 'n beperktheid in kommunikasievermoë. (Roux, 1979:1) Dr Roux, Direkteur van Gesondheidsdienste van die Departement van Gesondheid, Welsyn en Pensioene, het tydens die Goue Jubileum-Kongres van die Suid-Afrikaanse Nasionale Raad vir Dowes daarop gewys dat gehoorverlies vandag meer Amerikaners affekteer as hartsiektes, kanker, blindheid, tuberkulose, veneriese siektes, sklerose en niersiektes tesame. (Roux, 1979:1) In Suid-Afrika word beraam dat 0,06% van aIle babas totaal doof gebore word en dat die aantal persone met ernstige gehoorprobleme, volgens die skatting van die Departement van Gesondheid, Welsyn en Pensioene, 65 000 beloop. Hierdie getal sluit Swartes uit. (Roux, 1979:1) ... Die probleem van doofheid is kompleks en soms so ingewikkeld dat dit te betwyfel is of die horende individu die omvang daarvan begryp en insig in die situasie van die dowe kan ontwikkel. Empatie met die dowe en begrip vir sy leefwêreld is vir die horende persoon problematies. 'n Wêreld sonder klank is moeilik om te visualiseer en 'n wêreld sonder taal lê buite die begripsvermoë van die horende. Daar bestaan op velerlei gebiede verwarring ten opsigte van die dowe. Die horende persoon besef gewoonlik dat daar 'n eiesoortige wêreld van ervaring en denke vir die dowe is anders as die van die horende, maar begrip vir die omvang van die andersheid van die dowe ontbreek.
- Full Text:
- Date Issued: 1982

Uphicotho nzulu lobunzululwazi bolwimi olusetyenziswa kwimiyalezo emifutshane yesiXhosa sisini esahlukeneyo
- Authors: Gwavu-Peter, Yoliswa Ruby
- Date: 2019
- Subjects: Xhosa language -- Grammar , Applied linguistics , Sociolinguistics , Linguistic change -- Social aspects
- Language: Isixhosa
- Type: Thesis , Masters , MA
- Identifier: http://hdl.handle.net/10948/39653 , vital:35343
- Description: Olu phando luza kuthi lubeke umnwe kwindlela ulwimi negrama ezithi zisetyenziswe ngayo kumakhasi onxibelelwano zizini ezahlukileyo. Imiyalezo emifutshane iye yathatha unyawo kule mihla sikuyo. Ukanti kukho nokugxekwa kwayo ngenxa yokuba inempembelelo kuphanzo lolwimi. Olunye uphando olwenziweyo luyaphikisana nale mbono njengokuba lungqina ukuba itextism* ayonakalisi lwazi lwamntu kulwimi. Umahluko ophawulekayo kwimiyalezo ethunyelwa ngamadoda nabafazi awukabonakali uphandiwe esiXhoseni, nto leyo ethe yakhuthaza umphandi ukuba akhe avule indlela. Olu phando lujolise ekuphononongeni igrama yesiXhosa kwimiyalezo emifutshane ethunyelwa zizini ezahlukeneyo. Abathathi nxaxheba kolu phando bayikhethe ngokwabo imiyalezo eza kuthi isetyenziswe kolu phando. Uhlalutyo luza kuthi lujonge ikhophasi engangemiyalezo elikhulu linamashumi mahlanu (150) ethunyelwe ngabathathi nxaxheba abangamashumi amahlanu anesihlanu (55), amadoda angamashumi amabini anesihlanu (25) kunye namabhinqa angamashumi amathathu (30). Abantu abanikezele ngemiyalezo baza kunikwa uxwebhu oluchaza ngeenjongo zolu phando nesizathu sokusebenzisa imiyalezo emifutshane njengomsimelelo wolu phando. Kuza kufuneka batyikitye noxwebhu lwesivumelwano. Yonke le miyalezo ivela kubantu abathetha isiXhosa njengolwimi lwasekhaya. Iminyaka yabantu abanikele ngemiyalezo yabo ngokukhululekileyo iphakathi kwama-25 kunye nama-48. Isizathu sokuba amabhinqa ibe ngawona maninzi anikezele ngemiyalezo kunamadoda sesokuba amadoda ebemadolwa-nzima ukunikezela ngemiyalezo yawo kunamabhinqa. Injongo ibikukufumana amanani alinganayo kwisini ngasinye. Olu phando luza kuthi luthathe indlela yentyila-lwazi njengoko kuza kuthi kuhlalutywe, kucakacwe kuchazwe le miyalezo ikhethelwe uphando. Umphandi uza kuthi asebenzise ingcingane yobunzululwazi yolwimi yoluntu (sociolinguistics*) njengengundoqo kolu phando ze ezinye iingcingane ezifana nefonoloji, isintaksi kunye netextism zisetyenziswe ukuxhasa le ingundoqo.
- Full Text:
- Date Issued: 2019

- «
- ‹
- 1
- ›
- »